Help us reach more people. All the funds will be used to improve the website!

Showing posts with label AmaXhosa. Show all posts
Showing posts with label AmaXhosa. Show all posts

26 December 2023

21st Century Crossroads: Times Are Changing Rapidly

 By Sicebise Msengana 








Last week I was asked about my opinions on modernity. Well, my answer was that I'm a traditional Xhosa man living in a post modern world. I can't say I support everything that is happening in this technological world. I'm not a huge fan of liberalism and multiculturalism.

30 July 2020

Mzi ka Xhosa

By Sicebise Msengana

Ndisizukulwana eMaXhoseni, a proud descendant of the oldest people on the planet, the San - a direct ancestor of Xhosa (The Legendary founder of the Xhosa nation) and a history that spans more than 80, 000 years. UXhosa wazala uMalangana,
uMalangana wazala uNkosiyamntu,
uNkosiyamntu wazala uTshawe (Xhosa royal
clan is named after him)
uTshawe wazala uSikhomo,
uSikhomo wazala uTogu,
uTogu wazala uNgconde,
uNgconde wazala uTshiwo,
uTshiwo wazala uPhalo,
uPhalo wazala uGcaleka no Rharhabe.
UGcaleka wazala uKhawuta,
uKhawuta wazala uHintsa (The most famous
& respected King in Xhosa history - Ahhh Zanzolo!!),
uHintsa wazala uSarili,
uSarili wazala uSigcawu,
uSigcawu wazala uGwebinkumbi,
uGwebinkumbi wazala uZwelidumile, uZwelidumile wazala uXolilizwe, uXolilizwe wazala uZwelonke.

URharhabe wazala uMlawu,
uMlawu wazala uNgqika,
uNgqika wazala uSandile no uMaqoma (The Most courageous King in Xhosa land, - Ahhh Jongumsobomvu!!),
uSandile wazala uGonya,
uGonya wazala uFaku,
uFaku wazala uVelile,
uVelile wazala uBazindlovu,
uBazindlovu wazala uMxolisi, uMxolisi wazala uMaxhob’ayakhawuleza,
uMaxhob’ayakhawuleza wazala uJonguxolo (Usaphethe nonina wakhe uNoloyiso - Ahhh Noloyiso!!!).