By Sicebise Msengana
NdinguSinNTU, a proud descendant of the oldest people on the planet, the San - a direct ancestor of Xhosa (The Legendary founder of the Xhosa nation) and a history that spans more than 140, 000 years.
UXhosa wazala uMalangana,
uMalangana wazala uNkosiyamntu,
uNkosiyamntu wazala uTshawe (Xhosa royal
clan is named after him)
uTshawe wazala uSikhomo,
uSikhomo wazala uTogu,
uTogu wazala uNgconde,
uNgconde wazala uTshiwo,
uTshiwo wazala uPhalo,
uPhalo wazala uGcaleka no Rharhabe.
UGcaleka wazala uKhawuta,
uKhawuta wazala uHintsa (The most famous & respected King in Xhosa history - Ahhh Zanzolo!!),
uHintsa wazala uSarili,
uSarili wazala uSigcawu,
uSigcawu wazala uGwebinkumbi,
uGwebinkumbi wazala uZwelidumile, uZwelidumile wazala uXolilizwe, uXolilizwe wazala uZwelonke.
URharhabe wazala uMlawu,
uMlawu wazala uNgqika,
uNgqika wazala uSandile no uMaqoma (The Most courageous King in Xhosa land, - Ahhh Jongumsobomvu!!),
uSandile wazala uGonya,
uGonya wazala uFaku,
uFaku wazala uVelile,
uVelile wazala uBazindlovu,
uBazindlovu wazala uMxolisi, uMxolisi wazala uMaxhob’ayakhawuleza,
uMaxhob’ayakhawuleza wazala uJonguxolo (Usaphethe nonina wakhe uNoloyiso - Ahhh Noloyiso!!!).
No comments:
Post a Comment